Namhlanje kuqala iNyanga yeBhayibhile yeHlabathi! Kwiintsuku eziyi -30 ezizayo, abantu kwihlabathi liphela baza kudibana ukuze bachithe ixesha kwiLizwi likaThixo.
Ingaba uyazibuza ukuba uqale phi? Jonga ezi Zicwangciso ukuze uqalise inkqubela yakho yeNyanga yeBhayibhile yeHlabathi!
Esisibhengezo siyafumaneka nakwi:






