
Ngoku nje, abantu kwihlabathi lonke babhiyozela iLizwi likaThixo ngoMngeni weBhayibhile weeNtsuku eziyi -30. Kwaye usenako ukubayinxalenye yawo!
Joyina uMngeni
Nokuba kufuneka uve uxolo olungakumbi, ithemba elingakumbi, okanye ukuzithemba okungakumbi, ukuzimasa iLizwi likaThixo rhoqo kutshintsha yonke into.
Khawufane ucinge ngento angayenzayo uThixo ukuba uzimisele ukufunda iLizwi lakhe yonke imihla.
Sebenzisa i-Bible App yakho iintsuku ezingama-30 zilandelelana kule nyanga ukuze uzuze le Bheji ikhethekileyo yeNyanga yeBhayibhile yeHlabathi.

Esisibhengezo siyafumaneka nakwi:
Isingesi Isibhulu Indonesian IsiJamani Spanish Filipino (Tagalog) IsiFrentshi IsiTaliyane Dutch Portuguese Romanian Russian IsiJaphani IsiTshayina (Esenziwe lula) IsiTshayina (Semveli) Korean Arabic Belarusian Bengali Bulgarian Danish Finnish IsiGrike IsiHebhere Hindi Hungarian Malay Mongolian Norwegian Persian Polish Portuguese (Portugal) Slovak Swahili Swedish Tamil Telugu Thai Turkish Ukrainian Urdu Vietnamese Zulu Czech Khmer Malayalam Spanish (Spain) Burmese Lithuanian Macedonian Burmese (Zawgyi) Serbian Armenian Icelandic Croatian Albanian Welsh Catalan Latvian Haitian Creole Shona Sorani Kurdish Yoruba