ITimes Square. IPiccadilly Circus. I-Osaka.
Kule nyanga, sibhiyozela iLizwi likaThixo ngendlela enomdla! Nazi iindawo ezimbalwa apho iBhayibhile ibhiyozelwa khona namhlanje…
Ukugqamisa iBhayibhile kwezi ndawo zidumileyo kudala ithuba elinamandla lokukhuthaza abantu ukuba babuyele eLizwini likaThixo okanye balihlolisise okokuqala ngqa.
Lo mbhiyozo wenzeka kulo lonke ihlabathi, kwaye nawe ungaba yinxalenye yawo.
Ngalo lonke ixesha uvula iBhayibhile, umema inyaniso yeLizwi likaThixo ukuba ikutshintshe.
Vula iApp
Esisibhengezo siyafumaneka nakwi:
Isingesi Isibhulu Indonesian IsiJamani Spanish Filipino (Tagalog) IsiFrentshi IsiTaliyane Dutch Portuguese Romanian Russian IsiJaphani IsiTshayina (Esenziwe lula) IsiTshayina (Semveli) Korean Arabic Belarusian Bengali Bulgarian Danish Finnish IsiGrike IsiHebhere Hindi Hungarian Malay Mongolian Nepali Norwegian Persian Polish Portuguese (Portugal) Slovak Swahili Swedish Tamil Telugu Thai Turkish Ukrainian Urdu Vietnamese Zulu Czech Khmer Malayalam Spanish (Spain) Burmese Lithuanian Macedonian Burmese (Zawgyi) Serbian Armenian Icelandic Croatian Albanian Welsh Catalan Latvian Haitian Creole Shona Sorani Kurdish Yoruba