Ngaba ulungele iNyanga yeBhayibhile yeHlabathi?

Bhiyozela iNyanga yeBhayibhile yeHlabathi

Ngomso, abantu kwihlabathi liphela bazakujoyina njengoko uthatha inxaxheba kuMngeni weBhayibhile weeNtsuku ezingama-30!

ILizwi likaThixo linamandla okutshintsha ubomi. Kule nyanga, liya kuchaphazela njani obakho? Masibonakale sivuyile kwaye silindele oko uThixo aza kukwenza kule nyanga.

Zilungiselele iNyanga yeBhayibhile yeHlabathi ngokugcina iSicwangciso seeNtsuku ezingama-30.

Gcina iSicwangciso

Share this post:

Esisibhengezo siyafumaneka nakwi: Isibhulu Indonesian Filipino (Tagalog) IsiFrentshi IsiTaliyane Dutch Romanian Russian IsiJaphani IsiTshayina (Esenziwe lula) IsiTshayina (Semveli) Korean Arabic Belarusian Bengali Bulgarian Danish Finnish IsiGrike IsiHebhere Hungarian Malay Mongolian Nepali Norwegian Persian Polish Slovak Swahili Swedish Tamil Telugu Thai Turkish Ukrainian Vietnamese Zulu Czech Khmer Malayalam Burmese Lithuanian Macedonian Burmese (Zawgyi) Serbian Armenian Icelandic Croatian Albanian Welsh Catalan Latvian Haitian Creole Shona Sorani Kurdish Yoruba