Abantwana bayawuthanda uLizwi likaThixo…

Abantwana bayawuthanda uLizwi likaThixo…

Xa uJoshua waya kwinkqubo yeBhayibhile yabantwana, wafumanisa i-Bible App for Kids. Kungoko into yonke yatshintsha.

Ezalwa eyimfama, wafunda ukuba unokumane nje emamela iLizwi likaThixo, waza ngokukhawuleza wayithanda kakhulu iBhayibhile.

Esiibona imvuyo eguqula ubomi kunyana wakhe, uyise waya ebandleni wanikela ubomi bakhe kuKrestu ngaloo mini. Kungekudala emva koko, usapho lwabo lonke lwamkela uYesu.

Ngoku, uJoshua nabazali bakhe bakhonza ecaweni yasekuhlaleni, bafunda iBhayibhile kunye yonke imihla, kwaye bayakuthanda ukwabelana nabanye nge-Bible App for Kids.

Ngaba uyafuna ukuba abantwana obomi bakho balithande iLizwi likaThixo? KwiNyanga yeBhayibhile yeHlabathi, khangela i-Bible App for Kids, uze wazise abantwana ngeZibhalo ngamabali eBhayibhile anothethathethwano. ⬇️

Vula i-Bible App for Kids

Share this post:

Esisibhengezo siyafumaneka nakwi: Isingesi Indonesian IsiJamani Spanish Filipino (Tagalog) IsiFrentshi IsiTaliyane Dutch Portuguese Romanian Russian IsiJaphani IsiTshayina (Esenziwe lula) IsiTshayina (Semveli) Korean Arabic Belarusian Bengali Bulgarian Danish Finnish IsiGrike IsiHebhere Hindi Hungarian Malay Mongolian Nepali Norwegian Persian Polish Portuguese (Portugal) Slovak Swahili Swedish Tamil Telugu Thai Turkish Ukrainian Urdu Vietnamese Zulu Czech Khmer Malayalam Spanish (Spain) Burmese Lithuanian Macedonian Serbian Armenian Icelandic Croatian Welsh Catalan Latvian Haitian Creole Shona Sorani Kurdish Yoruba