Xa ithemba lalibonakala lingenakwenzeka, uThixo wadibana noAlice.

Isilumkiso ngomxholo: ibali elilandelayo liqulethe imixholo yokuzenzakalisa nokudandatheka enokuchukumisa abanye abafundi.

Xa ithemba lalibonakala lingenakwenzeka, uThixo wadibana noAlice.

Xa uAlice wayeneminyaka elishumi elinesithandathu, wayeziva evalelwe yintlungu nelahleko, egutyungelwe kukudandatheka nokuzibhaqa eyedwa.

Ephelelwe lithemba, ngobunye ubusuku wagqiba ekubeni azibulale. Kwaye kulapho ke kwenzeka into engachazekiyo.

Esemphethweni wendlu yakhe esesakhiweni eside, isiphepho esikhawulezileyo senza ukuba awe ngasemva angene egumbini lakhe endaweni yokuwa ngaphambili.

Ngelixa wayelele phantsi, othukile elila, uAlice wafumana umyalezo ovela kummelwane wakhe emmema ukuba aye ecaweni. Wavuma ukuya, yaye kulapho waqala khona ukufumanisa i-Bible App.

Xa ithemba lalibonakala lingenakwenzeka, uThixo wadibana noAlice.

Waqala icebo leBhayibhile waza ngalo, wafumana ithemba waza wanikela ubomi bakhe kuYesu.

Namhlanje, uAlice wenza aze apapashe iiBible Plans njengeQabane leYouVersion esebenzisa kwale app imazisileyo ngoYesu. Akagcwele themba nje kuphela — ulisasaza.

Ngaba kukho umntu omaziyo ebomini bakho omdinga kakhulu uThixo? Mzise kwi-App yeBhayibhile, uze umcele ukuba azalise ithemba.

Share this post:

Esisibhengezo siyafumaneka nakwi: Isingesi Isibhulu Indonesian IsiJamani Spanish Filipino (Tagalog) IsiFrentshi IsiTaliyane Dutch Portuguese Romanian Russian IsiJaphani IsiTshayina (Esenziwe lula) IsiTshayina (Semveli) Korean Arabic Belarusian Bengali Bulgarian Danish Finnish IsiGrike IsiHebhere Hindi Hungarian Malay Mongolian Nepali Norwegian Persian Polish Portuguese (Portugal) Slovak Swahili Swedish Tamil Telugu Thai Turkish Ukrainian Urdu Vietnamese Zulu Czech Khmer Malayalam Burmese Lithuanian Macedonian Burmese (Zawgyi) Serbian Armenian Icelandic Croatian Albanian Welsh Catalan Latvian Haitian Creole Shona Sorani Kurdish Yoruba Igbo Serbian (Latin) Slovenian