Enkosi ngokuthatha inxaxheba kwINyanga yeBhayibhile yeHlabathi!

Enkosi ngokuthatha inxaxheba kwINyanga yeBhayibhile yeHlabathi!

Wazibophelela ekufundeni iLizwi likaThixo iintsuku ezingama-30 … kwaye akuzange ukwenze uwedwa.

Udibene nabantu abangaphezu kwe-3,000,000 abazibandakanya neBhayibhile kuNovemba lo.

Omnye wabo bantu udibene nabo nguPamela.

Ekukhuleni kwakhe, uPamela wayenentlungu eninzi, ukuvakalelwa kabuhlungu, nemibuzo ngokuba ungubani. Kulapho wajika waya eBhayibhileni waza wafumana iSicwangciso malunga nobuni.

“ILizwi likaThixo landibonisa ukuba ubuni bam bendisele ndibunikwe nguYesu. Kodwa bendingekabufumanisi. Loo nyaniso yatshintsha yonke into.”

UPamela, eMEXICO

Inyanga yeBhayibhile yeHlabathi isenokuba iyaphela, kodwa iLizwi likaThixo alilolexesha elithile kuphela. Lenzelwe ukuba libe yinxalenye yobomi bakho bemihla ngemihla njengoko uvumela iNyaniso ikuguqule, kanye njengoko yabutshintsha ubomi bukaPamela.

Ngoko ke qhubeka! Qhubeka unxibelelana noThixo ngeLizwi laKhe, uze ubone ukuba uza kwenza ntoni elandelayo…

Vula i-App yeBhayibhile

Share this post:

Esisibhengezo siyafumaneka nakwi: Isingesi Isibhulu Indonesian IsiJamani Spanish Filipino (Tagalog) IsiFrentshi IsiTaliyane Dutch Portuguese Romanian Russian IsiJaphani IsiTshayina (Esenziwe lula) IsiTshayina (Semveli) Korean Arabic Belarusian Bengali Bulgarian Danish Finnish IsiGrike IsiHebhere Hindi Hungarian Malay Mongolian Nepali Norwegian Persian Polish Portuguese (Portugal) Slovak Swahili Swedish Tamil Telugu Thai Turkish Ukrainian Urdu Vietnamese Zulu Czech Khmer Malayalam Spanish (Spain) Burmese Lithuanian Macedonian Burmese (Zawgyi) Serbian Armenian Icelandic Croatian Albanian Welsh Catalan Latvian Haitian Creole Shona Sorani Kurdish Yoruba