Kule Novemba, abantu kwihlabathi lonke bahlanganisana ukubhiyozela iLizwi likaThixo ngexesha leNyanga yeBhayibhile yeHlabathi.
Joyina umbutho weBhayibhile wehlabathi ngoMngeni weBhayibhile weeNtsuku ezingama-30.
Nokuba yimfuneko yokuziva ungaxhalabi kangako, ungalolonyelwanga kangako, okanye unesibindi esingakumbi sokwabelana ngokholo lwakho, uphononongo lubonisa ukuba ukuhlala uthe nkqi eLizwini likaThixo kutshintsha yonke into.
ILizwi likaThixo likutshintsha njani?
Ukusukela ngoNovemba, sebenzisa i-Bible App iintsuku ezingama-30 zilandelelana, uze uzuze iBheji ekhethekileyo yeNyanga yeBhayibhile yeHlabathi.


